Kwabaseroma 11:31 Ibhayibhile (XHO96)

Kwangokunjalo namaSirayeli akamthobeli ngoku uThixo, ngenxa yenceba eniyenzelweyo nina, ukuze kamva enzelwe inceba nawo.

Kwabaseroma 11

Kwabaseroma 11:29-36