Kwabaseroma 11:22 Ibhayibhile (XHO96)

Khawukhangele ke ububele nobungqongqo bukaThixo! Okunene úngqongqo kwabo bonayo, kodwa kuwe únobubele, ukuba ùthe wahlala kobu bubele. Kodwa kungenjalo wogawulwa nawe ngokwakho!

Kwabaseroma 11

Kwabaseroma 11:19-27