Kwabaseroma 11:18 Ibhayibhile (XHO96)

Musa ke ukuziphakamisa kunamanye amasebe. Kakade ke wena ungaqhayisa ngantoni? Asinguwe kaloku othwele iingcambu, ziingcambu ezithwele wena!

Kwabaseroma 11

Kwabaseroma 11:10-19