Kwabaseroma 11:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoku mandithethe nani, zintlanga. Okunene ekubeni mna ndingulowo *uthunywe kuzo iintlanga, ndizimisele ukuwenza ubalasele umsebenzi wam,

Kwabaseroma 11

Kwabaseroma 11:3-23