Kwabaseroma 10:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaba ke kukuthini oko? Kukuthi: “Ilizwi likaThixo likufuphi kuwe, lisemlonyeni wakho nasentliziyweni yakho.” Ilizwi lokholo esilivakalisayo nali:

Kwabaseroma 10

Kwabaseroma 10:2-17