Kwabaseroma 10:6 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa malunga nokwenziwa ilungisa ngokholo kuthiwa: “Musa ukuthi entliziyweni yakho: Ngubani na oya kunyuka aye ezulwini?” (oko kukuthi ahlise uKrestu).

Kwabaseroma 10

Kwabaseroma 10:3-13