Kwabaseroma 10:3 Ibhayibhile (XHO96)

Akayazanga indlela uThixo abalungisa ngayo abantu, aza afuna ukuba ngamalungisa ngeyawo indlela. Ngokwenjenjalo ke akayithobelanga indlela uThixo abenza ngayo amalungisa abantu.

Kwabaseroma 10

Kwabaseroma 10:1-6