Kwabaseroma 10:18 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaba awevanga na kodwa amaSirayeli? Ewe, avile. Kaloku iziBhalo zithi:“Ukuhlokoma kwelizwi labo kuvakala kuwo wonke umhlaba;namazwi abo afikelela eziphelweni zehlabathi.”

Kwabaseroma 10

Kwabaseroma 10:12-21