Kwabaseroma 10:13-15 Ibhayibhile (XHO96)

13. kuba: “Lowo uzibika ebiza igama leNkosi wosindiswa.”

14. Bangazibika njani kulowo bangàkholwayo kuye; bengakholwa njani bengevanga? Bangeva njani kungekho mntu ushumayelayo;

15. bengashumayela njani bengathunywanga? Kaloku iziBhalo zithi: “Ngumbono omhle ukubukela izigidimi zisihla zinyuka zihambisa iindaba ezimnandi!”

Kwabaseroma 10