Kwabaseroma 10:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ngoko akukho mahluko phakathi komJuda nowolunye uhlanga, kuba le Nkosi inye ikwayinkosi yabo bonke. Kaloku ibasikelela ngesisa ngendyebo yayo bonke abo bazibika kuyo,

Kwabaseroma 10

Kwabaseroma 10:2-20