Kwabaseroma 10:1 Ibhayibhile (XHO96)

Mawethu, ndilangazelela ngayo yonke intliziyo yam ukuba amaSirayeli, abantu bakowethu, asindiswe, ndaye ndihlala ndimbongoza uThixo ngenxa yawo.

Kwabaseroma 10

Kwabaseroma 10:1-8