Kwabaseroma 1:7 Ibhayibhile (XHO96)

Kuni nonke, bathandwa bakaThixo abaseRoma, nina nibiziweyo naba ngabakaThixo, ndithi: Makube lubabalo noxolo oluvela kuThixo uBawo wethu, neNkosi uYesu Krestu.

Kwabaseroma 1

Kwabaseroma 1:1-9