Kwabaseroma 1:4 Ibhayibhile (XHO96)

waza ngamandla oMoya oyiNgcwele wabonakaliswa ngesiganeko sokuvuka kwabafileyo ukuba unguNyana kaThixo. Lo Nyana kaThixo nguYesu iNkosi yethu;

Kwabaseroma 1

Kwabaseroma 1:1-11