Kwabaseroma 1:30-32 Ibhayibhile (XHO96)

30. bayangcikivana, bamthiyile uThixo, bathanda ukulwa, banekratshi, bayaqhayisa, benza ububi, ababathobeli abazali.

31. Abanangqondo, abathembeki, abanabubele, abananceba.

32. Bayawazi ummiselo kaThixo wokuba abo bazenzayo izinto ezinjalo bafanelwe kukufa; kodwa abaneli nje kukuzenza ezi zinto, koko basuka babakhuthaze nabo bazenzayo.

Kwabaseroma 1