Kwabaseroma 1:26 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenxa yoko ke, uThixo ubanikele ezinkanukweni ezilihlazo. Ewe, nditsho namabhinqa la abo ayalalana ngokuchasene nendalo yemizimba yawo.

Kwabaseroma 1

Kwabaseroma 1:21-32