Kwabaseroma 1:25 Ibhayibhile (XHO96)

Aba bantu ke bagqwethe inyaniso kaThixo ngobuxoki. Bahlonela isidalwa, basikhonze, baze bamlibale uMdali, yena ongowokubongwa ngonaphakade. *Amen.

Kwabaseroma 1

Kwabaseroma 1:17-32