Kwabaseroma 1:21 Ibhayibhile (XHO96)

Bayamazi uThixo, kodwa abamdumisi ngokumfaneleyo, abambuleli nokumbulela. Basuke baba ngabacinga izinto ezingento, yaza ingqiqo yabo yamfiliba.

Kwabaseroma 1

Kwabaseroma 1:12-29