Kwabaseroma 1:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ngezi ndaba zimnandi kaloku kutyhilwa indlela uThixo asenza amalungisa ngayo: kungokholo qha, njengoko zitshoyo neziBhalo ukuthi: “Ngokholo lwakhe olilungisa uya kudla ubomi.”

Kwabaseroma 1

Kwabaseroma 1:11-19