Kwabasekolose 4:6 Ibhayibhile (XHO96)

Incoko yenu mayisoloko imnandi, inika umdla. Fundani ukucebisana kakuhle nomntu ngamnye enidibana naye.

Kwabasekolose 4

Kwabasekolose 4:1-14