Kwabasekolose 4:16 Ibhayibhile (XHO96)

Xa seniyifundile le leta yigqithiseleni kwibandla laseLawodike, ifundwe nakhona. Ngokukwanjalo ke nani ze niyifunde laa leta yaseLawodike.

Kwabasekolose 4

Kwabasekolose 4:13-18