Kwabasekolose 4:10 Ibhayibhile (XHO96)

Uyanibulisa uAristarko ongumbanjwa kunye nam, kwanoMarko umzala kaBharnabha. (Beseniwufumene umyalezo ngaye, ngoko ke xa athe wafika mamkeleni azive esekhaya.)

Kwabasekolose 4

Kwabasekolose 4:1-14