Kwabasekolose 4:1-2 Ibhayibhile (XHO96) Nina basemagunyeni, izicaka zenu ziphatheni kakuhle, ngobulungisa. Ze nikhumbule ukuba nani nineNkosi esezulwini.