Kwabasekolose 3:24 Ibhayibhile (XHO96)

Ze nikhumbule ukuba iNkosi iya kunivuza ngelifa eligcinele abantu bayo. Kaloku uKrestu yeyona Nkosi nikhonza yona.

Kwabasekolose 3

Kwabasekolose 3:16-25