Kwabasekolose 2:5 Ibhayibhile (XHO96)

Nakuba ndingekho siqu apho, ndikho kodwa ngomoya, ndaye ndivuya kuba ndiyiphawule indlela enimi ngxishi ngayo, ningagungqi ekukholweni kuKrestu.

Kwabasekolose 2

Kwabasekolose 2:1-10