Kwabasekolose 1:26 Ibhayibhile (XHO96)

Ndivakalisa loo mfihlelo yafihlwa mandulo kwizizukulwana ngezizukulwana. Kodwa ke ngoku ityhilwe kubantu bakaThixo.

Kwabasekolose 1

Kwabasekolose 1:21-29