Kwabasefilipi 4:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, nawe mlingane wam, ndiyakubongoza ukuba uwalamle la makhosikazi, kuba nawo aba nenxaxheba kwimizamo yam yokuhambisa iindaba ezimnandi, enoKlemente nabanye oogxa bam abamagama abhaliweyo kumqulu wabaphilayo.

Kwabasefilipi 4

Kwabasefilipi 4:1-13