Kwabasefilipi 3:12 Ibhayibhile (XHO96)

Asikuko nokuba ndithi sendiphumelele, okanye sendigqibelele, nto nje ndihlala ndixhinele phambili, ndizabalazela ukuba kubekho lutho ndiluzuzayo, kuba nam ndazuzwa nguKrestu Yesu.

Kwabasefilipi 3

Kwabasefilipi 3:2-18