Kwabasefilipi 2:19 Ibhayibhile (XHO96)

INkosi ivuma, ndinethemba lokuba kwakamsinya ndoba nako ukumthuma kuni uTimoti, khon' ukuze ndihlaziyeke ziindaba ezivela kuni.

Kwabasefilipi 2

Kwabasefilipi 2:15-26