Kwabasefilipi 1:7 Ibhayibhile (XHO96)

Nina kum nihlala nisenyongweni; yiyo ke le nto ndinyanzelekile ukuba ndinithathe ngolu hlobo. Kaloku nani niyixhamle inyhweba endiyinikwe nguThixo, ngoku kanye ndisentolongweni, naxa iindaba ezingoKrestu ndizilwelayo ndizimela kananjalo.

Kwabasefilipi 1

Kwabasefilipi 1:1-8