Kwabasefilipi 1:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke ziphatheni ngendlela engqinelana neendaba ezingoKrestu. Nokuba ndizile ndanibona, okanye ndiyeva nje ngani, mandive ukuba nimi ngxishi moyeni mnye, ninenjongo enye yokuncedisana, nisilwela ukuthotyelwa kweendaba ezingoKrestu.

Kwabasefilipi 1

Kwabasefilipi 1:16-17-30