Kwabasefilipi 1:25 Ibhayibhile (XHO96)

Ngale yona into ndiqinisekile, futhi ndiyazi ukuba ndisaza kuphila. Ndisaza kuhlala ndinincede, niqhubele phambili, lukhule uvuyo nokholo lwenu.

Kwabasefilipi 1

Kwabasefilipi 1:14-30