Kwabase-Efese 6:9 Ibhayibhile (XHO96)

Nani baphathi yenzani kwangokunjalo ngokubhekiselele kwizicaka zenu. Yekani ukusoloko nizigrogrisa. Khumbulani ukuba nina kwakunye nezicaka zenu ningabeNkosi enye esezulwini, egweba wonke umntu ingenamkhethe.

Kwabase-Efese 6

Kwabase-Efese 6:7-18