Kwabase-Efese 6:5 Ibhayibhile (XHO96)

Nina zicaka, bathobeleni abaphathi benu balapha emhlabeni, ninentlonipho, niqhutywa kukunyaniseka, ngokungathi nikhonza uKrestu ngenkqu.

Kwabase-Efese 6

Kwabase-Efese 6:1-13