Kwabase-Efese 6:21 Ibhayibhile (XHO96)

Njengoko kuyimfanelo ukuba nive ngemeko nempilo yam, uTikiko uya kunazisa ngazo zonke ezo ndaba. Yena nguwethu othandekayo, isicaka esithembekileyo emsebenzini weNkosi.

Kwabase-Efese 6

Kwabase-Efese 6:17-22