Kwabase-Efese 6:12 Ibhayibhile (XHO96)

Kuba kweli dabi lethu asilwi nabantu, kodwa silwa nemimoya ekhohlakeleyo esesibhakabhakeni, izilawuli, nabasemagunyeni, kunye nemimoya engcolileyo yeli phakade lobumnyama.

Kwabase-Efese 6

Kwabase-Efese 6:2-14