Kwabase-Efese 5:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku apho kukhoyo ukukhanya, kulapho kuntshula khona konke ukulunga, nabo bonke ubulungisa, nenyaniso.

Kwabase-Efese 5

Kwabase-Efese 5:4-16