Kwabase-Efese 5:31 Ibhayibhile (XHO96)

Kunjengoko *neziBhalo zisitsho ukuthi: “Ngoko ke indoda iya kumshiya uyise nonina, imanywe nomfazi wayo, baze abo babini badibane babe banye.”

Kwabase-Efese 5

Kwabase-Efese 5:21-33