Kwabase-Efese 5:28 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke amadoda afanele ukuba nebhongo lokubathanda abafazi bawo, kanye ngale ndlela azithanda ngayo iziqu zawo. Indoda emthandayo umfazi wayo iyazithanda.

Kwabase-Efese 5

Kwabase-Efese 5:25-31