Kwabase-Efese 5:25 Ibhayibhile (XHO96)

Nina madoda, bathandeni abafazi benu, kanye ngale ndlela alithande ngayo uKrestu ibandla, waza wanikela ngobomi bakhe ngenxa yalo.

Kwabase-Efese 5

Kwabase-Efese 5:22-30