Kwabase-Efese 4:29 Ibhayibhile (XHO96)

Intetho ekrwada mayingaphumi emilonyeni yenu. Ukuthetha kwenu makuthambe, kube kokwakhayo, ukuze kube luncedo nentsikelelo kwabaphulaphuleyo.

Kwabase-Efese 4

Kwabase-Efese 4:19-31