Kwabase-Efese 4:16 Ibhayibhile (XHO96)

Umzimba wonke uxhomekeke kuye; ilungu ngalinye limanywe namanye kuye. Ngoko ke le mbumba yamanyama ikhuliswa ngumsebenzi welungu ngalinye, izakhe ngothando.

Kwabase-Efese 4

Kwabase-Efese 4:7-18