Kwabase-Efese 4:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke mna endingumbanjwa ngenxa yokuba ndisisicaka seNkosi, ndiyanibongoza: ziphatheni ngohlobo olungawuthobiyo umgangatho wendima enamiselwa yona nguThixo mhla wanibiza;

Kwabase-Efese 4

Kwabase-Efese 4:1-3