Kwabase-Efese 3:6 Ibhayibhile (XHO96)

Olu daba ke lolokuba iintlanga ziziindlamafa ndawonye namaJuda, zibandakanywe nawo. Bonke bayimbumba yamanyama. Nazo ziyabuxhamla ubuncwane bezithembiso zikaThixo ezenziwa kuYesu Krestu.

Kwabase-Efese 3

Kwabase-Efese 3:1-12