Kwabase-Efese 3:18 Ibhayibhile (XHO96)

Nanga nina nosapho lukaThixo xa lulonke, ningalunakana ukuba lungakanani na ububanzi balo, lungakanani na ubude balo, kukwangakanani na ukuphakama kwalo nokuba nzulu kwalo uthando lukaKrestu,

Kwabase-Efese 3

Kwabase-Efese 3:9-21