20. Nani ke nakhelwe phezu kwesiseko *sabathunywa *nabashumayeli, kodwa ke elona litye lesiseko nguYesu Krestu ngokwakhe.
21. Ungoyena usixhasayo isakhiwo xa sisonke, ukuze sikhule sibe yindlu engcwele yeNkosi.
22. Ngokumanywa naye ke nani niyakhiwa nikunye nabanye, ukuze nibe sisakhiwo ahlala kuso uThixo ngoMoya.