Kwabase-Efese 1:21 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenxa yobo bukhosi wongamele lonke ulawulo, negunya, nawo onke amandla nobukhosi. Ubukhosi bakhe bungaphezu kwawo onke amawonga obungangamsha nawo onke amagama anokukhankanywa kweli lizwe nakwelizayo.

Kwabase-Efese 1

Kwabase-Efese 1:11-23