Kwabase-Efese 1:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenene sifumene isabelo selifa lethu ngokumanywa noKrestu. UThixo owenza zonke izinto ngokwezigqibo necebo lakhe wasinyulela elo lifa kwantlandlolo.

Kwabase-Efese 1

Kwabase-Efese 1:7-16