Kumahebhere 9:28 Ibhayibhile (XHO96)

Ngokunjalo ke noKrestu wanikelwa kwaba kanye ukuze athwale izono zabaninzi. Okwesibini uya kufika engenanto yakwenza nesono, koko eze kusindisa abo bamlindeleyo.

Kumahebhere 9

Kumahebhere 9:18-28