Kumahebhere 9:2 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku kwakukho intente eyenziweyo; igumbi layo lokuqala kwakusithiwa yindawo engcwele. Kulo kwakukho indawo yokubeka isibane, kukho netafile, kunye nesonka esinikelwe kuThixo.

Kumahebhere 9

Kumahebhere 9:1-5