Kumahebhere 9:12 Ibhayibhile (XHO96)

Igazi ledini asililo leebhokwe namathole, ligazi lakhe buqu. Kungoko ke wangenayo kwaba kanye kuphela kweyona ingcwele indawo, wasizuzela inkululeko yamaxesha onke.

Kumahebhere 9

Kumahebhere 9:5-19